1 Yookumkani 9:27-28 Ibhayibhile (XHO96)

27. UHiram wamthumelela amadoda, izinto ezazilwazi ulwandle, ancedisa loo madoda kaSolomon ekuziqhubeni iinqanawa.

28. Baya eOfire, baza babuya negolide ebunzima bungaphezu kweshumi elinesine lamawaka eekhilogram, bayisa kuSolomon.

1 Yookumkani 9