1 Yookumkani 4:15-17 Ibhayibhile (XHO96)

15. kwaNafetali yayinguAhimazi umyeni kaBhasemati intombi kaSolomon;

16. kwa-Ashere naseAloti yayinguBhayana unyana kaHushayi;

17. kwaIsakare yayinguJoshafati unyana kaParuwa;

1 Yookumkani 4