1 Yookumkani 21:28-29 Ibhayibhile (XHO96)

28. Laphinda lafika ilizwi likaNdikhoyo kuEliya waseTishbhi lisithi:

29. “Uyabona na ukuba uAhabhi uzithobile kum ngoku? Ngenxa yoku kuzithoba kwakhe ke, esi sithwakumbe andisayi kusizisa ngemihla yakhe, koko ndosithoba phezu kwendlu yakhe ngemihla yonyana wakhe.”

1 Yookumkani 21