1 Yeziganeko 6:15-17 Ibhayibhile (XHO96)

15. UYozadaki lo wafuduswa nabemi bakwaJuda neJerusalem basiwa ekuthinjweni ngokuya *uNdikhoyo wayebathumele ngoNebhukadenezare.

16. Oonyana bakaLevi nguGershon, noKohati, noMerari.

17. Naba oonyana bakaGershon: nguLibheni noShimeyi.

1 Yeziganeko 6