1 Yeziganeko 27:2-3-5 Ibhayibhile (XHO96)

2-3. Nazi ke iingqwayi-ngqwayi zala mabutho alishumi elinambini (ibutho ngalinye belinamadoda angamashumi ambini anane amawaka):inyanga yokuqala: ingqwayi-ngqwayi yayinguYashobham unyana kaZabhediyeli wendlu kaPerezi;

4. inyanga yesibini: nguDodayi umAhohi, osekela lakhe belinguMikeloti;

5. inyanga yesithathu: nguBhenaya unyana wombingeleli uJoyada

1 Yeziganeko 27