1 Yeziganeko 2:35-38 Ibhayibhile (XHO96)

35. Ke uSheshan wendisela intombi yakhe kwisicaka sakhe uYar-ha yaza yazala uAtayi.

36. UAtayi wazala uNatan, uNatan wazala uZabhadi,

37. uZabhadi wazala uEflali, uEflali wazala uObhedi,

38. uObhedi wazala uYehu, uYehu wazala uAzariya,

1 Yeziganeko 2