1 Yeziganeko 2:2-4 Ibhayibhile (XHO96)

2. uDan, uJosefu, uBhenjamin, uNafetali, uGadi, noAshere.

3. Oonyana bakaJuda nguEre, no-Onan, noShela, oonyana abathathu abazelwe ngumKananakazi uBhashuwa. Ke uEre, amazibulo kaJuda, zange amkholise *uNdikhoyo, waza wambulala.

4. UTamare, umolokazana kaJuda, wamzalela uPerezi noZera. Bebonke ke oonyana bakhe babebahlanu.

1 Yeziganeko 2