1 Yeziganeko 16:25-27 Ibhayibhile (XHO96)

25. Kaloku yingangalala uNdikhoyo, ufanelwe yimbeko enkulu.Ufanelwe kukoyikwa ngaphezu kwezithixo zonke,

26. kuba yimifanekiso nje izithixo zeentlanga,kodwa yena uNdikhoyo wadal' oomazulu.

27. Yena unesihomo nesithozela;kukho ubungangamsha nemincili ekhayeni lakhe.

1 Yeziganeko 16