1 Yeziganeko 11:37-41 Ibhayibhile (XHO96)

37. uHezero waseKarmele, uNarayi unyana kaEzebhayi,

38. uJoweli umtakwabo-Natan, uMibhare unyana kaHagri,

39. uZeleki umAmon, uNaharayi waseBheroti, umphathi-zikrweqe zikaJowabhi unyana kaZeruya,

40. uIra waseItri, uGarebhe waseItri,

41. u-Uriya umHeti, uZabhadi unyana ka-Alayi,

1 Yeziganeko 11