1 Yeziganeko 11:27-31 Ibhayibhile (XHO96)

27. uShamoti waseHarori, uHeleze wasePelon,

28. uIra unyana kaIkeshe waseTekowa, uAbhiyezere waseAnatoti,

29. uSibhekayi waseHusha, uIlayi waseAhoyi,

30. uMaharayi waseNetofa, uHelede unyana kaBhana waseNetofa,

31. uItayi unyana kaRibhayi waseGibheya kwaBhenjamin, uBhenaya wasePiraton,

1 Yeziganeko 11