1 Kwabasetesalonika 5:25-28 Ibhayibhile (XHO96)

25. Nathi sithandazeleni, mawethu.

26. Wabuliseni ngokwamakholwa onke amawethu.

27. Ndiyaniyala ngegunya leNkosi ukuba le leta niyifundele onke amakholwa.

28. Lwanga ubabalo lweNkosi yethu uYesu Krestu lungahlala nani.

1 Kwabasetesalonika 5