1 Kwabasekorinte 11:19-21 Ibhayibhile (XHO96)

19. (Kambe yona iyantlukwano ilindelekile, ukuze kucace abo basendleleni nabo banxaxhayo.)

20. Ukuhlangana kwenu enkonzweni anihlanganeli kwenza umthendeleko weNkosi

21. kuba omnye uzityela yedwa, baze abanye basale belambile ngeli lixa abanye benxila.

1 Kwabasekorinte 11