1 Kutimoti 2:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Kuqala, ndiqononondisa ndisithi: izicelo, imithandazo, izikhungo, nemibulelo,

2. mazenzelwe bonke abantu. Iinkosi nabasemagunyeni bonke mabathandazelwe, ukuze kubekho inzolo noxolo ehlabathini, sihlale ngokoyika nangokuhlonela uThixo.

3. Yinto elungileyo nekholekileyo leyo kuThixo, uMsindisi wethu,

1 Kutimoti 2