1 Kasamweli 24:21-22 Ibhayibhile (XHO96)

21. Kodwa ke funga uNdikhoyo ukuba akuyi kuyitshabalalisa inzala yam, ukuze igama lam lingabhangi endlwini kabawo.”

22. Wafunga ke uDavide.Emva koko uSawule wabuyela komkhulu, waza yena uDavide namadoda akhe babuyela endaweni yabo enqatyisiweyo.

1 Kasamweli 24